Emva koku ke uYobi wahlala iminyaka elikhulu elinamashumi amane. Ewe, wada wabona abazukulwana nabantwana babo kwada kwaya kuthi xhaxhe ngesesine isizukulwana.