Uyobi 40:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. *UNdikhoyo uqhube wathi kuYobi:

2. “Ngaba ufuna ukubambana noSomandla,usalatha iimpazamo zakhe?Wena omangalela uThixo, phendula.”

3. Ke yena uYobi uphendule *uNdikhoyo wathi:

Uyobi 40