Unethisa imvula emhlabeni;kanti isenokuba sisibetho ebantwini,kwanjengokuba isenokuba ngumqondiso wothando lwakhe.