Uyobi 35:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. UElihu uqhube wathi:

2. “Ucinga ukuba bubulungisa na obu?Kaloku uthi: ‘Ndiya kugwetyelwa nguThixo.’

3. Kanti ubhekisa kuThixo usithi:‘Khon' ukuba ndonile ke?Kundinceda ngani ukungoni?’

Uyobi 35