Uyobi 32:6 Ibhayibhile (XHO96)

wangenelela ke yena uElihu unyana kaBharakeli waseBhuzi, wathi:“Kambe ke ndiyimveku ngeminyaka,ke nina senikhulile, niziingwevu,nto leyo ke esuke yanditsho ndamathidala,ndoyika ukuphuhlisa olwam uluvo.

Uyobi 32

Uyobi 32:2-9