Uyobi 31:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. “Ke mna ke sendazimisela ngomxhelo wam wonkeukuba kungáze kubekho ntombi ndiyincwasayo.

2. Ke, siyintoni isabelo somntu kuThixo?Liyintoni ilifa kuSomandla kweliphezulu?

3. Abangalunganga ubathwaxa ngezibetho,aze abo bangamatshijolo abayekele ngentlekele.

Uyobi 31