Uyobi 3:24-26 Ibhayibhile (XHO96)

24. Kuba ukutya kwam yincwina;ukugcuma kumpompoza njengamanzi.

25. Kuba ndihlelwa zezo zinto zindinkwantyisayo;ezindinxunguphalisayo zezona zindihlelayo.

26. Andinako ukuzola, ndingenako nokonwaba;Andifumani kuphumla, kuba ndasoloko ndijijitheka.”

Uyobi 3