Uyobi 26:13-14 Ibhayibhile (XHO96)

13. Ngomoya wakhe ufutha sitsho sicwenge isibhakabhaka;kanti ke ikwasisandla sakhe esangxwelerha inyoka enyubelezayo.

14. Kambe ke la ngamagqabantshintshi nje amandla akhe.Thina esikuvileyo lumingi-mingi nje!Ibingubani ke ongade akuqonde ukuzongoma kwamandla kaThixo?”

Uyobi 26