Uyobi 25:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Kwesi sithuba ke kuphendule uBhildadi umfo waseShuwa, wathi:

2. “Kaloku uThixo nguSomagunya, nguDuma-barhwaqele;yaye ke ulugcinile ucwangco kweliphezulu.

3. Ngaba ukhona na ongazibalayo izinxiba-mxhaka zakhe?Khona ngaba kuphi apho lungabonakaliyo ukhanyiso lwakhe?

Uyobi 25