Uyobi 23:15-17 Ibhayibhile (XHO96)

15. Ngoko ke ndisuka ndirhwaqele phambi kwakhe;ewe, ndithi ndakucinga ngaye ndinkwantye.

16. NguThixo lo unditsho ndoyika kangaka!Ewe, nguSomandla lo undirhwaqelisayo.

17. Phofu bona ubumnyama abundivalanga umlomo,nditsho esi sithokothoko sigqume ubuso bam.”

Uyobi 23