Uyobi 22:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ke kaloku uElifazi umfo waseTeman uphendule wenjenje:

2. “Ngaba ukhona na umntu oluncedo kuThixo?Ngaba angazuza lutho na kwinkintsela yesilumko?

3. Uthi ngaba uSomandla unolutho aluzuzayo ukuba wena ulilungisa?Khona sekusithiwa awunabala, imnceda ntoni loo nto?

Uyobi 22