Uyobi 19:16-18 Ibhayibhile (XHO96)

16. Ndakusibiza isicaka sam, asisabeli nokusabela oku,nditsho nokuba ndiyasicenga.

17. Kanti nomfazi wam weenkomo selekhutyekiswa kukuphefumla kwam;sendiliqaqa nakwabesizalo sikama.

18. Sendidelwe nangabantwana aba bembala;bathi ndakuthi gqi bakrukrutheke yintsini.

Uyobi 19