Uyobi 18:4 Ibhayibhile (XHO96)

Uyazenzakalisa ngalo msindo wakho.Ngaba umhlaba mawujike ube yinkangala ukungqinela ukunyaniseka kwakho?Uthi makudilik' amawa ezindaweni zawo?

Uyobi 18

Uyobi 18:1-12