Uyobi 12:14-16 Ibhayibhile (XHO96)

14. Into ayiqhaqhileyo akukho mntu unokubuya ayakhe;ngokunjalo nomntu amvaleleyo akukho ungamvulelayo.

15. UThixo akuwavalela amanzi kuyabalela;kanti ke akuwavulela kutsho kube ziimpuphuma.

16. Ukomelela noloyiso lolwakhe,kanti ke nabakhohlisi ngokunjalo nabakhohliswa basesandleni sakhe.

Uyobi 12