Uyobi 12:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ke uYobi waphendula wathi:

2. “Inene, ningabona bantu;ibe ke nobulumko buya kufa nani!

3. Kambe ke nam ndinengqondo njengani;anindidluli nganto.Kakade ke nithi ngubani ongàzaziyo ezi zinto?

Uyobi 12