Uyobi 11:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ke uZofare waseNama waphendula wathi:

2. “Uthi kungathi cwaka, ingaphendulwa le nyambalala yamazwi akho?Ucinga ukuba ukulavuza okunje kungamthethelela umntu?

Uyobi 11