Uyobi 1:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku oonyana bakaYobi babedla ngokuqokelelana benze umbhiyozo endlwini yalowo yayiyimini yakhe. Babemema noodade babo abathathu ukuza kutya basele kunye nabo.

Uyobi 1

Uyobi 1:1-13