Uyobi 1:12 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo ke wathi kuSathana: “Kulungile ke, ungayenza into oyenzayo kwinto yonke anayo, kodwa uze ungakhe ulinge umchukumise yena siqu.”USathana ke wemka apho phambi koNdikhoyo.

Uyobi 1

Uyobi 1:9-20