Urute 4:14 Ibhayibhile (XHO96)

Abafazi balapho bathi kuNawomi: “Makabongwe uNdikhoyo ngokukupha umzukulwana onokujonga kuye! Belinga lingaba nodumo igama lakhe kwaSirayeli!

Urute 4

Urute 4:8-22