Urute 4:13 Ibhayibhile (XHO96)

UBhowazi ke wamthatha uRute waba ngumfazi wakhe. *UNdikhoyo wamthamsanqelisa, wamitha, wazala umntwana oyinkwenkwe.

Urute 4

Urute 4:12-21