Urute 4:11 Ibhayibhile (XHO96)

Amadoda amakhulu nabo bonke ababelapho ngasemasangweni bavuma bathi: “Singamangqina. *UNdikhoyo ubenga angamenza lo mfazi umthathayo afuze ooRakeli noLeya, bona bayakhayo indlu kaSirayeli. Nawe sikunqwenelela iwonga phakathi kwabemi base-Efrata, igama lakho libe nodumo eBhetelehem.

Urute 4

Urute 4:9-18