Urute 3:4 Ibhayibhile (XHO96)

Xa eya kulala uze uqaphele apho aya kulala khona, uye kutyhila ingubo, ungqengqe ngasezinyaweni zakhe. Yena ke wokuxelela ukuba makuthiweni na.”

Urute 3

Urute 3:1-13