Urute 2:23 Ibhayibhile (XHO96)

URute wancamathela kwezo ntombi zakwaBhowazi, ekhwahlaza kwada kwagqitywa ukuvunwa kwerhasi nengqolowa. Wayehlala no ninazala ngalo lonke elo xesha.

Urute 2

Urute 2:14-23