Urute 2:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ubenga ke uNdikhoyo angakuvuza ngomsebenzi wakho. Ewe, ubenga uNdikhoyo, uThixo kaSirayeli, lo wena uze kuzifaka phantsi kwamaphiko akhe, angakubuyekeza kanobom.”

Urute 2

Urute 2:11-16