Urute 1:19 Ibhayibhile (XHO96)

Bahamba ke bada baya kufika eBhetelehem. Bathi bakufika khona kwatsho kwathabatheka wonke ubani. Abafazi bathi: “Hi bethu, nithi nguNawomi nyani na lo?”

Urute 1

Urute 1:9-22