Urute 1:14 Ibhayibhile (XHO96)

Babuya bathathisa kwakhona ukukhala oomolokazana bakaNawomi. UOrpa wamanga embulisa uninazala, kodwa yena uRute wathana nca noNawomi.

Urute 1

Urute 1:12-18