Ngewungangenanga kumasango abantu bamngomhla wabo wesithwakumbe.Ngewungabajongelanga phantsi ngenkxwaleko yabongemini yentlekele yabo.Ngewungabuxhaphazanga ubutyebi babongomhla weshwangusha labo.