Unehemiya 9:30 Ibhayibhile (XHO96)

“Yaba liqela leminyaka wena ubanyamezele.NgoMoya wakho wena wabaluleka,usebenzisa abashumayeli bakho.Kodwa ke bona abakhathalanga,waza ke wabanikezela kwizizwe ezingabamelwana.

Unehemiya 9

Unehemiya 9:20-38