Unehemiya 9:10 Ibhayibhile (XHO96)

Wathumela imiqondiso emangalisayo,ukumkani waseJiputa wamenzela izimanga,nawo onke amaphakathi akhe,nabantu belizwe lakhe,kuba wena uyazi inkohlakalo yawo amaJiputa kubantu bakho.Wena wazenzela igama eliqaqambileyo unanamhlanje!

Unehemiya 9

Unehemiya 9:2-15