Unehemiya 8:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ke abaLevi uYeshuwa, uBhani, uShrebhiya, uJamin, uAkubhi, uShabhetayi, uHodiya, uMaseya, uKelita, uAzariya, uJozabhadi, uHanani, noPelaya, babafundisa umthetho abantu, besamile njalo apho.

Unehemiya 8

Unehemiya 8:1-16