Apho kuloo mthetho wayalelwa nguNdikhoyo ngoMosis bafumanisa kubhaliwe kwathiwa amaSirayeli makahlale kumaphempe ngethuba letheko lenyanga yesixhenxe,