Unehemiya 7:9-17 Ibhayibhile (XHO96)

9. inzala kaShefatiya 372

10. inzala ka-Ara 652

11. inzala kaPahati-mowabhi ngomlibo kaYeshuwa noJowabhi 2 818

12. inzala kaElam 1 254

13. inzala kaZatu 845

14. inzala kaZakayi 760

15. inzala kaBhinuwi 648

16. inzala kaBhebhayi 628

17. inzala ka-Azegadi 2 322

Unehemiya 7