Unehemiya 7:44-47 Ibhayibhile (XHO96)

44. iimvumi zenzala ka-Asafu 148

45. abagcini-masango benzala kaShalum, noAtere, noTalmon, noAkubhi, noHatita, kwanoShobhayi 38

46. Inzala yezicaka zendlu kaThixo ezibuyileyo ekuthinjweni:inzala kaZiya noHasufa noTabhayoti,

47. inzala kaKerosi noSiya noPadon,

Unehemiya 7