Unehemiya 7:22-35 Ibhayibhile (XHO96)

22. inzala kaHashum 328

23. inzala kaBhezayi 324

24. inzala kaHarifi 112

25. inzala kaGibheyon 95

26. amadoda aseBhetelehem naseNetofa 188

27. amadoda aseAnatoti 128

28. amadoda aseBhete-azemavete 42

29. amadoda aseKiriyati-yarim naseKefira naseBheroti 743

30. amadoda aseRama naseGabha 621

31. amadoda aseMikmas 122

32. amadoda aseBhetele naseAyi 123

33. amadoda enye iNebho 52

34. amadoda enye iElam 1 254

35. amadoda aseHarim 320

Unehemiya 7