Unehemiya 7:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ndamisela umntakwethu uHanani ukuba avelele iJerusalem, ekunye noHananiya ingqwayi-ngqwayi yenqaba, kuba wayengumfo onentembeko, uThixo emhlonela ngaphezu koninzi lwabantu.

Unehemiya 7

Unehemiya 7:1-7