Unehemiya 7:11-19 Ibhayibhile (XHO96)

11. inzala kaPahati-mowabhi ngomlibo kaYeshuwa noJowabhi 2 818

12. inzala kaElam 1 254

13. inzala kaZatu 845

14. inzala kaZakayi 760

15. inzala kaBhinuwi 648

16. inzala kaBhebhayi 628

17. inzala ka-Azegadi 2 322

18. inzala ka-Adonikam 667

19. inzala kaBhigwayi 2 067

Unehemiya 7