Unehemiya 6:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, babezama ukusoyikisa besithi: “Baza kutyhafa ukuze umsebenzi bawuyeke ungagqitywanga.”Kambe ke ndathandaza ndathi: “Thixo wethu, zomeleze izandla zam!”

Unehemiya 6

Unehemiya 6:7-19