Unehemiya 6:18 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku amaJuda amaninzi ayenqophisene naye, njengoko wayengumkhwenyana kaShekaniya unyana ka-Ara, unyana wakhe uYohanan ethathe intombi kaMeshulam unyana kaBherekiya.

Unehemiya 6

Unehemiya 6:9-19