17. Kananjalo ke mna ndandisitya namaJuda alikhulu elinamashumi amahlanu, kunye nabaphathiswa ndawonye nâbo babeze kuthi besuka kwizizwe ezisingqongileyo.
18. Ngemini nganye ndandilungiselelwa inkabi yenkomo, iigusha ezintandathu ezikhethiweyo, neenkuku; kuze ke njalo ngeshumi leentsuku ndinikwe iindidi zonke zewayini ibe ninzi. Nakuba kunjalo ke, mna andizange ndikubize ukutya okusisabelo somlawuli, kuba ezi ndleko zaziluxanduva phezu kwabantu.
19. Ndikhumbule undazelele, Thixo wam, kuzo zonke izinto endizenzele aba bantu.