Unehemiya 5:11 Ibhayibhile (XHO96)

Khanibabuyisele kwanamhlanje amasimi, izidiliya, izinquma, nezindlu zabo, ngokunjalo nala matyala banibamba wona: isahlulo sekhulu semali, ingqolowa, iwayini, kunye namafutha omnquma.”

Unehemiya 5

Unehemiya 5:7-19