Unehemiya 4:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uTobhiya umAmon owayesecaleni kwakhe wathi: “Iyintoni yona khona le bayakhayo? Kolu donga lwabo lwamatye kungathi kuqabele impungutye lusuke luwe!”

Unehemiya 4

Unehemiya 4:2-6