Unehemiya 4:15 Ibhayibhile (XHO96)

Iintshaba zethu zeva ukuba siyaliqonda iyelenqe lazo nokudodotyaliswa kwalo nguThixo; saza ke thina sonke yangulowo nalowo wabuyela emsebenzini wakhe eludongeni.

Unehemiya 4

Unehemiya 4:6-22