Unehemiya 4:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ke bona abantu bakwaJuda bathi: “Abasebenzi bayaphelelwa ngamandla ngoku, ibe yona inkunkuma ininzi kangangokuba singabi nako ukuqhubela phambili silwakhe udonga.”

Unehemiya 4

Unehemiya 4:7-19