Unehemiya 3:4 Ibhayibhile (XHO96)

UMeremoti, unyana kaUriya, kaHakoze, walungisa umgama olandelayo. Ke yena wayelandelwa nguMeshulam unyana kaBherekiya kaMeshezabheli, owayelandelwa nguZadoki unyana kaBhana, xa bebonke besakha.

Unehemiya 3

Unehemiya 3:1-7