Unehemiya 3:31 Ibhayibhile (XHO96)

kufuphi naye inguMalkija, enye yeengcibi zegolide. Yena walungisa wee xhaxhe ngendlu yezicaka zikaThixo neyabarhwebi, malunga neSango labaHloli, wema ngegumbi eliphezu kwekona.

Unehemiya 3

Unehemiya 3:24-32