Unehemiya 3:29 Ibhayibhile (XHO96)

Balandelwa nguZadoki unyana kaImere esebenza malunga nendlu yakhe. Ngakuye yayinguShemaya unyana kaShekaniya, umlindi wesango elisempuma, naye evusa udonga.

Unehemiya 3

Unehemiya 3:24-32