Unehemiya 3:14 Ibhayibhile (XHO96)

ISango lobuLongwe lalungiswa nguMalkiya unyana kaRekabhi, umphathi wesithili saseBhete-kerem. Walifaka iingcango neziqhobosho nemivalo.

Unehemiya 3

Unehemiya 3:4-16