Unehemiya 2:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ukumkani, enokumkanikazi ecaleni kwakhe, wathi kum: “Loba ngakanani olo hambo; khona, uya kubuya nini?” Kwakholeka ke kukumkani ukundikhulula, ndaza ke ndammisela ixesha.

Unehemiya 2

Unehemiya 2:3-16