Unehemiya 2:3 Ibhayibhile (XHO96)

kodwa ndathi kukumkani: “Phil' ud' ukhokhobe, kumkani! Bebungathini ubuso bam ukungathi rhubaxa xa isixeko abângcwatywa kuso oobawo singamabhodlo, amasango aso etshatyalaliswe ngomlilo?”

Unehemiya 2

Unehemiya 2:1-4