Unehemiya 2:18 Ibhayibhile (XHO96)

Kananjalo ndabaxelela ngesandla esikulunga sikaThixo wam ebesiphezu kwam, ngokunjalo namazwi athethwe ngukumkani kum.Baphendula ke bathi: “Masiqalise ukwakha.” Baqalisa ke ukuwenza loo msebenzi mhle.

Unehemiya 2

Unehemiya 2:8-20